Andilahle uMama noTata
Kodwa uThixo zoze andilahle ngo-Yesu Christu
Zonke zinto zimelane nam
kodwa uYesu Christu unam
Ndikhale ebusuku, afike uYesu Christu ekuseni
Ndihlekwe, andihlekise uYesu Christu
Ngaphesheya bandikhombe abantu
uYesu Christu andisondeze
andibeke esifubeni sakhe
Ndikhala uYesu Christu umthuthuzeli wam
Ndingena khaya uYesu Christu ikhayalam
Yesu Kristu umhlobo wam
Yesu Kristu umhlobo wam
Yesu Kristu umhlobo wam