Ndiyeza ngoku ndim adale Zulu nomhlaba
Ngubani angalwa nam andoyise
Ngubani angalwa nam andoyise
Ngubani angalwa nam andoyise
Ndingu-Nkumnkani Goha lenyaniso
Ndingu-Nkumnkani Goha lenyaniso
Yizani mamelani
Yizani mamelani
Yizani mamelani
Nyani wam ndiyamthanda
Nyani wam ndiyamthanda
Likhakha lenu vikani ngaye
Likhakha lenu kholwani kuye
Likhakha lenu xhathisani ngaye
Amehlo wam abubonile ububi
Amehlo wam abubonile ububi
Kuyanuka ndiza ngezigi
Kuyanuka ndiza ngezigi
Kuyanuka ndiza ngezigi
Kholwani ku-Yesu ndiza ngezigi
Kholwani ku-Yesu ndiza ngezigi
Ziigii ziigii ziigii
Ziigii ziigii ziigii
Ziigii ziigii ziigii
Ziigii ziigii ziigii